The One Who Sings Lyrics
"Ndibambe"
5.0 / 5
2 reviewers
Do you like this song?
(click stars to rate)
- ★
- ★
- ★
- ★
- ★
Ndibambe
Ndibambe
Ndiyoyika oh lamlambo we dali wam
Ndiyowela kulamlambo we dali wam
Xa sileli kunye kwezi intsuku
Andide ndifike kuwe
Ndlebe aziva, s'thulu nguwe
Undishiyile
Ndibambe
Ndiyoyika oh lamlambo we dali wam
Ndiyowela kulamlambo we dali wam
Xa sileli kunye kwezi intsuku
Andide ndifike kuwe
Ndlebe aziva, s'thulu nguwe
Undishiyile
Dali, ndibambe
Ndibambe
Ndiyoyika oh lamlambo we, dali wam
Ndiyowela kulamlambo we, dali wam
Ndibambe
Ndiyoyika oh lamlambo we, dali wam
Ndiyowela kulamlambo we, dali wam
Wena ukude
Kude okwephupho lebanjwa
Langa liphuma
Emhlabeni njengomlilo
Vul' umlomo
Kude okwephupho lebanjwa
Langa liphuma
Emhlabeni njengomlilo
Vul' umlomo
Dali, ndibambe
Ndibambe
Ndiyoyika oh lamlambo we, dali wam
Ndiyowela kulamlambo we, dali wam
Ndibambe
Ndiyoyika oh lamlambo we, dali wam
Ndiyowela kulamlambo we, dali wam
Ndibambe
Ndiyoyika oh lamlambo we, dali wam
Ndiyowela kulamlambo we, dali wam
Ndiyoyika oh lamlambo we, dali wam
Ndiyowela kulamlambo we, dali wam
Ndiyoyika oh lamlambo we, dali wam
Ndiyowela kulamlambo we, dali wam
Ndiyoyika oh lamlambo we, dali wam
Ndiyowela kulamlambo we, dali wam