Sun El Musician feat. Nobuhle Lyrics
"Vulindlela"

4.0 / 5
3 reviewers
Do you like this song?
(click stars to rate)
save!
my lyricsbox
Vulindlela we MaMgobhozi
Ey, unyana wami, yelele uyashada namhlanje
Vulindlela, wena MaNyawuza
Sukuba nomona, nyana wami uthathile
Bengingazi, ng'yom'bona umakoti
Unyana wami, yeey ujongile this time
MaRadebe sus' eso space
Uze mshadweni, syashadisa namhlanje
Bebesithi, unyana wami lisoka
Bebesithi, angeke ashade
Vulindlela weh

Vulindlela, we MaMgobhozi
Ey, unyana wami, yelele uyashada namhlanje
Vulindlela, we MaNyawuza
Sukuba nomona, nyana wami uthathile
Bengingazi, ng'yom'bona umakoti
Ey unyana wami, yey ujongile this time
MaRadebe sus' eso space
Uze emshadweni, syashadisa namhlanje
Bebesithi unyana wami li soka
Bebesithi angeke ashade, vulindlela

Vulindlela, we MaMgobhozi
Vulindlela, yekela umona
Vulindlela, we MaMgobhozi
Vulindlela, yekela umona

Kodwa wena MaNgobese, iyey' unomona
Ngoba awuna nyana, unentombi zodwa
Ayoyoyo MaNgobese, iyee unomona
Ngoba awunaye, unyana onjengo wami
Ng'yom'bona umakoti
Ey, unyana wami, yeey ujongile this time
MaHadebe, khulul' eso space
Use mshadweni syashadisa namhlanje
Bebesithi unyana wami lisoka
Bebesithi angeke ashade

Vulindlela yhoo (vulindlela we MaMgobhozi)
Vulindlela whe, yekela umona
Vulindlela, we MaMgobhozi
Vulindlela yekela umona
Vulindlela weMamgobhozi
Vulindlela whe, yekela umona
Vulindlela, we MaMgobhozi
Vulindlela yekela umona

Vulindlela
Vulindlela